Abhengeziwe amagama wabadlali bamaqela omabini namhlanje

NgoMgiqbelo ngumdlalo omkhulu ophakathi kweKaizer Chiefs ne-Orlando Pirates ngo’15:00 eFNB Stadium. Namhlanje abhengeziwe amagama wabadlali abazakuqala umdlalo abakhethwe ngabalandeli bala maqela omabini.

Kaizer Chiefs: Itumeleng Khune, Ramahlwe Mphahlele, Eric Mathoho, Lorenzo Gordinho, Tsepo Masilela, Hendrick Ekstein, Willard Katsande, George Maluleka, George Lebese, Bernard Parker, Gustavo Paez.

Orlando Pirates: Siyabonga Mpontshane, Thabo Matlaba, Happy Jele, Ayanda Gcaba, Patrick Phungwayo, Mpho Makola, Oupa Manyisa, Issa Sarr, Luvuyo Memela, Thamsanqa Gabuza, Tendai Ndoro.