Igowuli elifakwe nguJunior Kabananga linike impumelelo iDR
Ngokwasemdlalweni yiMorocco ebilawula umdlalo – kodwa abadlali beCongo baye kwi-Afcon bezilungiselele ngokupheleleyo. Ilwe kwade kwasekugqibeleni, ngoku kufuneka iCongo ilwe ngamandla kwimidlalo emibini ezayo.
Iintshatsheli ezikhuselayo ze-Afrika, i-Ivory Coast, azikwazanga kwaphela ukubetha iTogo kumdlalo wokuqala kaGroup ngokuhlwa kwanamhlanje eStade d’Oyem. Ukungabikho kwabadlali abafana noYaya Toure, odlalela
USalomon Kalou, oyena mdlali othe qabavu kwi-Ivory Coast, udlale kakuhle nabadlali abafana no-Adebayor noJonathan Kodjia xa kuhlaselwa – kodwa ukufaka ibhola emnatheni ibe yinto enzima kakhulu. Nangona umdlalo ububambene – kodwa imingqandandana yamathuba acacileyo yokufaka amagowuli ibikhona. Njengokuba umdlalo uphele ngo’0-0, kunyanzelekile omabini la maqela ayiphumelele imidlaloezayo ukuze akwazi ukuya kumjikelo olandelayo we-Afcon.
Ukwakha iqela kuthatha ixesha elide, utsho uBobby Motaung