Ezemidlalo

Ezoyolo

Izibhalo Ezitsha

Africa title the first of many for Khayelitsha’s Mgabi

Lwando Mgabi cruised to victory in last Friday’s fight against Lebogang Pilane to go home with the WBF Africa Super Flyweight title.Lwando Mgabi's victory...

Sibethe iSekhukhune ebiyingozi emdlalweni, utshilo uRulani Mokwena!

Ngokufumana kwayo amanqaku amathathu iMamelodi Sundowns kule veki, isondele kakhulu ekuqinisekiseni ukuba iza kuphakamisa indebe yeDStv Premiership okwesixhenxe. Oku kwenzeke emva kokuba iDowns ibethe...

Ngumdlalo esifuna ukuwulibala msinya, utshilo uSeema

Umqeqeshi weSekhukhune United, uLehlohonolo Seema, ushiyeke engonwabanga emva kokubethwa kweqela lakhe elenze iimpazamo ezimbi kakhulu ekuqaleni komdlalo ogqithileyo. OkaSeema ukuvakalise oku emva kokuba iSekhukhune...

UJose Riveiro uchaza ukwenza ibaluleke ifolosi yePirates exakileyo

Umqeqeshi we'Orlando Pirates, uJose Riveiro, uthathe ithuba lakhe wacacisa indlela abaluleke ngayo uTshegofatso Mabasa oxakileyo kwiDStv Premiership. Emdlalweni ogqithileyo, uMabasa uncede iPirates ngegowuli alifake...

Libanjelwe isatifikethi sikaGrade 12 somgunyathi iGosa lezeMpilo

Likhululwe ngebheyile iGosa eliPhezulu kwiSebe lezeMpilo eMpuma Koloni emva kokunqakulwa kwalo ziiHawks kusasa ngoLwesithathu. Eli Gosa likhululwe ngebheyile yeR30 000, kwaye liza kuphinda livele...

Kuthwa banyamalala ababebizwa njengooNocambalala kuba kwadaleka imisebenzi

Nangona uMongameli woMzantsi Afrika, uCyril Ramaphosa, kwakunye neNkulubaphathiswa yaseMpuma Koloni, uLubabalo Oscar Mabuyane, bebencoma igxathu kwanenqkubela yokuphucuka kwanokudaleka kwamathuba engqesho kumakhaya amaninzi kweli Phondo,...

IMIFANEKISO – EPWP: Imibhiyozo yeminyaka engamashumi amabini

UMongameli uCyril Ramaphosa ukhokele imibhiyozo yeminyaka engamashumi amabini (20) yeNkqubo eYandisiweyo yeMisebenzi yoLuntu (EPWP) waze wasungula isigaba sesihlanu sale nkqubo kumabala emidlalo eBuffalo City...

UMagida uyalima afundise ngeedroni

UThulani Magida ngumfama ohambela phezulu ukubonisa uthando lwakhe lwezolimo eQoboqobo.Ngaphandle kokuvelisa ukutya ngokulima, uMagida uthabathele kuye uxanduva lokufundisa amafama akhulayo ukusebenzisa idroni, isixhobo sokufota...

Luza kukhula uqoqosho loMzantsi Afrika, kutsho i-IMF

Uqikelelo lwezoqoqosho olwenziwe yiNgxowa-mali yezeMali yaMazwe ngaMazwe (IMF) lubonisa ukuba ilizwe loMzantsi Afrika liza kuhlala likwindawo yokuqala kumazwe aseAfrika ngokukhula koqoqosho.Le ngxelo ithi iziganeko...

Luthatha lubeka usapho obeluthenjiswe ngoncedo kumngcwabo womzali ogetyengiweyo!

Abahlali beze kwisithwakumbe sokubulawa kommelwane wabo uNomvula Solani (72) kwilali iCumakala eCacadu. UMFANEKISO: KHULA COMMUNITY DEVELOPMENT PROJECT.Nanjengoko sele kushiyeke iintsuku ezintathu kuphela kumalungiselelo omngcwabo...

Kule veki