Namhlanje umdlali weCape Town City, uLebogang Manyama, uye wavuzwa emva komsebenzi omhle kakhulu awanzileyo kwisizini ye-Absa Premier Soccer League ka-2016/17. lo mdlali udlale indima ebalulekileyo kwimpumelelo yeCape Town City kwisizini yayo yokuqala. UManyama uthathe iwonga lomdlali wesizini, umdlali ofake amagowuli amaninzi kunabanye abadlali (13) waphinda wachongwa ngabadlali njengoyena mdlali uthe waqaqamba kwisizini edlulileyo. Ugxa wakhe u-Aubrey Mngoma ufumene iwonga lomdlali siswini nomdlali oqaqambileyo kwiTelkom Knockout. IBidvest Wits ihambe nendebe yePSL, uGavin Hunt, uPhakamani Mahlambi, uDarren Keet noThulani Hlatshwayo nabo bazithaphulele kumawonga abalulekileyo.
Footballer of the Season: Lebogang Manyama
Absa Premiership Top Goal Scorer: Lebogang Manyama
Absa Premiership Player’s Player of the Season: Lebogang Manyama
Absa Premiership Goalkeeper of the Season: Darren Keet
Absa Premiership Defender of the Season: Thulani Hlatshwayo
Absa Premiership Midfielder of the Season: Aubrey Ngoma
Absa Premiership Young Player of the Season: Phakamani Mahlambi
Absa Premiership Coach of the Season: Gavin Hunt
Absa-lutely Awesome Goal of the Season: Siphiwe Tshabalala
NFD Top Goal Scorer: Sedwyn George
Telkom KO Player of the Tournament: Aubrey Ngoma
Nedbank Cup Most Promising Player: Ndunduzo Sibiya
Nedbank Cup Player of the Tournament: Abbubaker Mobara
MTN 8 Last Man Standing: Daine Klate
Multichoice Most Precious Find: Keletso Makgalwa
Multichoice Top Goalscorer: Tshegofatso Mabaso
Referee of the Season: Phelelani Ndaba
Assistant Referee of the Season: Luvuyo Pupuma
Silungiselela ukukhusela indebe yethu kwiWafcon, utsho uDesiree Ellis