UPienaar angabuyela eMzantsi Afrika

Isizini ka-2016/2017 izakuba yizini yokugqibela kaRuan Pienaar kwiqela lase-Ireland i-Ulster. Lo mdlali wayedlala nje ngeskram half kwiSpringbok, khange ebenamdla wokwangeza isivumelwano sakhe sokuhlala eBelfast.