Emva kokugqwesa kwezemidlalo kulo nyaka, uWayde van Niekerk noLuvo Manyonga basecicini lokufumana amawonga aphambili kwihlabathi.Intshatsheli ye-400m, uVan Niekerk uphakathi kwabo banokufumana iwonga lembaleki yonyaka kwi-IAAF. NgoMvulo i-IAAF ibhengeze indlela ekuzakube kuvotwa ngayo. Naye uManyonga uphakathi kwabo bazakuthi bavotelwe emva kokwenza umsebenzi oncomekayo kulo nyaka.World Athlete of the Year:
Amadoda: utaz Essa Barshim (QAT), Pawel Fajdek (POL), Mo Farah (GBR), Sam Kendricks (USA), Elijah Manangoi (KEN), Luvo Manyonga (RSA), Omar McLeod (JAM), Christian Taylor (USA), Wayde van Niekerk (RSA), Johannes Vetter (GER).
Abasetyhini: Almaz Ayana (ETH), Maria Lasitskene (ANA), Hellen Obiri (KEN), Sally Pearson (AUS), Sandra Perkovic (CRO), Brittney Reese (USA), Caster Semenya (RSA), Ekaterini Stefanidi (GRE), Nafissatou Thiam (BEL), Anita
Iziphumo zeNFD
Jomo Cosmos 1-1 Uthongathi FC
Tshakuma Tsha 2-2 Witbank Spurs
Mthatha Bucks 0-1 Stellenbosch
Pretoria University 4-1 Mbombela United
Richards Bay 2-3 Royal Eagles
Super Eagles 1-0 Real Kings
Ayivule ngendlela encumisayo Amakhosi isizini yeBetway Premiership!