Woza Nazo: Ungaphoswa lukhuphiswano lesigidi serandi eMonti

General View of the Absa Premiership 2017/18 WozaNazo Press Conference ahead of the Cape Town Derby football match between Ajax Cape Town and Cape Town City FC, Absa Regional Offices, Century City, Cape Town on 27 September 2017 ©Chris Ricco/BackpagePix

Ibhanki
yakwa-Absa, engumxhasi omkhulu webhola ekhatywayo, izisa ukhuphiswano lwayo
eMonti ngempelaveki – apho kulindele abalandeli bebhola baxhamle kwizisulu baphinde
bafumane nethuba lokuphumelela isigidi serandi. Ukhuphiswano kuthiwa
yiKick-For-A-Million Competition. Phambi komdlalo kuza kuthathwa abalandeli
abathandathu abazakuthi banikwe ithuba lokufaka ipenela kunozinti owayefudula
edlalela iqela elikwiPSL. Umntu ngamnye kwabathandathu uza kufumana imali
eliwaka lerandi (R1 000). Kuya kukhatywa kude kubekho ophumelelayo.
Ophumeleleyo ufumana amawaka amahlanu erandi (R5 000) aphinde afumane
ithuba lokoba phakathi kwabo bazakuthi balwele isigidi serandi (Kick for a
million)  xa kuphela isizini.

Umdlalo
weWoza Nazo kule iveki ngulowo uphakathi kweChippa United neSuperSport United,
eSisa Dukashe Stadium, ngecala emva kwentsimbi yesithathu emalanga ngeCawe.
Kulapho abeKick-for-a-Million bazakube bekhangela khona umntu wethoba
ophumeleleyo kukhuphiswano labo. Olu khuphiswa lujikeleza ilizwe lonke kwaye
luthandwa kakhulu ngabalandeli bebhola. “Siyakuvuyela ukuya eMonti; sizimisele
ukudibana nabalandeli bebhola. Sicela abalandeli bebhola baphume ngobuninzi
ukuya emdlalweni bayokuxhasa amaqela wabo bafumane nethuba lokuphumelela
kukhuphiswano lwakwa-Absa. Ibhanki yakwa-Absa iqinisekisa ukuba iguqula ubomi
babalandeli ngokubanika ulonwabo emidlalweni,” utsho uMtunzi Jonas.

Uguqula
iimpilo zabantu u-Absa ngokusebenzisa iphulo lakhe – iKick-For-A-Million. Lo
nto iza kwenzeka eMdantsane ngeCawe phambi komdlalo. Sagqiba kwelokuba sityale
apha kubalandeli ukuze babenaso isizathu sokuya emidlalweni ngobuninzi babo,”
ulebele ngaloo mazwi uJonas. Amatsatsantsa eza eMonti enenjongo enye: ukufumana
amanqaku apheleleyo ukuze avale umsantsa ophakathi kwawo namaqela aphezulu
kwiPSL. Kanti nayo iChippa United ifuna amanqaku apheleleyo ukuze iphume
phakathi kwamaqela anukelwa lizembe njengokuba isongwa isizini.

  

Nantsi ingcaciso ekhutshwe ngabakwa-Absa
ecacisa inkqubo eza kulandelwa:

Throughout the week,
local fans in
East London have been given the
opportunity to win
Absa Red Tickets to this exciting Woza Nazo
fixture when they open and activate an Absa transactional account at four Absa
branches in the city. The promotion has been running since Monday, 25 February
and will finish on Friday, 1 March.

Branches where fans can get Absa Premiership Woza Nazo Absa Red
Tickets:

·        
East LondonOxford Street

·        
Greenfields – Settlers
Square

·        
Mdantsane – Kuyasa Shopping Centre

·        
King Williams Town – Cathcart
Road

Absa will provide 1, 200
fans who received Absa Red tickets from the four Absa branches
with a Woza Nazo hamper on match day. The hamper will consist of
Woza Nazo
merchandise, snacks and refreshments.

The Woza Nazo hamper collection station
will be located at Gate 1, at the Sisa Dukashe
Stadium on Sunday
.

To be part of the Absa Premiership Woza Nazo conversation, follow
#AbsaPrem #WozaNazo on social media.

Ends.

Notes to Editor:

Africanacity
is the creative expression of the new Absa brand. It is a way of doing things
that’s unique to the African continent; meeting every challenge with tenacity,
positivity and creativity.

Bring
Your Voice
captures in one short phrase the essence of South African
football, which the fans have delivered on since the start of the season – the
singing culture. Absa will be providing the passionate Absa Premiership soccer
fans a platform that inspires and celebrates football in a truly South African
way.

Kick for a Million – on match day, six fans will be chosen
ahead of the start of the game at the stadium to kick against an Absa
Premiership legendary goalkeeper in a sudden death competition until there is
only one winner. At the end of the contest, each runner up will receive R1,
000. The winner of the round will take home R5, 000 and automatically become a
finalist to Kick for a Million at the trophy handover match at the end of the
season in May 2019.