Ikamva liyoyikeka – ICT Summit eMonti

UOscar Mabuyane ethetha neendwendwe kwindibaniso yeshumi elinesine yeICT, eICC, eMonti Umfanekiso: BHEKI RADEBE

#ICTSummit: Izinto onokufunda ngazo kwangoku:

* Clara Labs – www.claralabs.com

– iClara Labs linenekazi elincedisa oosomashishini simahla kumnatha

* Data Science – www.dasca.org

– ubulungu nezifundo eziphuhlisa ulwazi kwezobuchwepheshe kumnatha

* iSpeech – www.ispeech.org

– ubuchwepheshe bokuguqula amagama abe lilizwi lomntu kumnatha

* 5G PPP – www.5g-ppp.eu

– ikhasi lokufunda banzi ngobuchwepheshe be- 5G ezayo