Kumabonakude wakho kule veki

UThulani noGodfather bayaxabana.

USbu unesicelo esingaqhelekanga kuNonka. Izinto zithabatha inyathelo elingelihlanga ngakuThulani.

UGabisile ufumana oko ebenomnqeno wako.