Amagqabaza entetho kaMbeki ayenze ngesiXhosa

* Ndiyathemba ukuba nikhe najonga apha kwinkqubo yosuku ukuba igama lam alikho, kodwa ndiyalelwe nguDaliwonga ukuba ndithethe;

* Apha (eMhlahlane) bendizele inyama nomqombothi;

* Ukukhula kwethu kwiANC safundiswa ukuba singamaAfrika, futhi zonke iinkokeli zaseAfrika safundiswa ukuba ziinkokeli zethu;

* Ukuba iCongo ayiphumeleli, iAfrika sokuze iphumelele