Ayizo yunivesithi zodwa ezinokwenza uqashwe

Event Management

Ezi zizinto ezidibanisa ndawonye ubugcisa nobuchwepheshe. Kwaye emva kwezi zifundo uza kuxhotyiswa ngazo zonke izinto ozidingayo ukuze ungene uzithembile xa uza kusebenza kula masebe mabini. Enye into emnandi ngokufunda kula macandelo mabini kukuba ukhululekile nokuba uzisebenzele ngokwakho, lo nto ithetha ukuba akubopheleleki kwindawo enye.

Amaphepha-ndaba asekuhlaleni kunye namajelo eendaba asebenzisa ikhasi lomnatha zezinye zeendawo ongathi uqale ujonge kuzo xa ukhangela umsebebenzi.