I-Ramadan ngo2016

Ndiyathemba ukuba le mbalelwano izakuzisa imvisiswano phakathi kwabantu beenkolelo ezingafaniyo kule nyanga yeRamadan, kwaye ndiyathemba nokuba abantu bazakukhuthazeka ukuba babenomdla wokufunda ngakumbi ngezinye iintlanga neenkolelo ezikhoyo apha eMzantsi Afrika, kwaye ndinqwenela wonke umntu i-Ramadan esikelelekileyo. Ukuba unawo umdla wokuthatha inxaxheba kwiRamadan kulo nyaka, nazi iintsuku zayo:

Iqala: 06 Juni 2016

Iphele: 05 Julayi 2016