Iincwadi eziya kumhleli

Ndingathanda ukuba isebe lezasekhaya, iHome Affairs, lize nalapha kuthi bantu abangenazo ii-ID. Ndina-28 kodwa andinayo, kudala ndiyizama.

Phatheka Marubeni, Elukhanyisweni eLibode

Ukuba unento ofuna siyipapashe apha kwiileta eziya kumhleli, ungayithumela ngoWhatsapp ku 063 743 9538 okanye ngembalelwano yombane ku isibhalo@inl.co.za