Iincwadi eziya kuMhleli By Ed - July 20, 2017 Share on Facebook Tweet on Twitter Ndicela ukubuza ukuba umaspala waseNelson Mandela Bay unayo na inkqubo engcono xa kungoku? Intsusa yalo mbuzo yeyokuba oko lo masipala ingowendibanisela kusoloko kuxatyanwa. Kungoku nje ilungu leUDM ingathi liyakhutshwa. – T. Mveni, eBhayi
Abafundi bematriki ka2024 benze imbali!