Iincwadi eziya kuMhleli

Esi sibhedlele sethu sikuTsolo sinegalelo ekunweniseni isifo sepoloni (Listeria)!

Ndingumhlali okhathazekileyo; ikiosk yalapha ithengisela izigulane ezi zinto kuthiwa maziyekwe, abanye abantu abadala abakayiva kakuhle le nto kodwa nabaphathi bathenga phaya; ziyayibona le nto, into abayaziyo oMatanga kukucofa ifowuni ngathi ngabantwana abana-15, bayeke ukukhusela abantu abazofuna uncedo, ooNdakisa bade nje akho yabo.

– Okhathazekileyo, kuTsolo

THUMELA EYAKHO ILETA, SIYIPAPASHE.

THUMELA NGE-SMS

okanye ngoWHATSAPP

ku 063 743 9538