IMIFANEKISO: Amatyotyombe aseKapa atshatyalaliswe yimililo

Abantu ababini babhubhile kwaye abantu abaphantse babe ngamakhulu asixhenxe anamashumi amahlanu (750) bashiyeke bengenamakhaya ngethuba umlilo utshabalalisa amakhulukhulu amatyotyombe kwiziganeko ezithathu ezahlukeneyo eKapa ngempelaveki.

Emibini kule mililo yenzeke ngokuhlwa kwangoMgqibelo nomnye ngentseni yangeCawe otshabalalise amatyotyombe angaphezu kwamakhulu amabini (200).

Amatyotyombe aseMfuleni atshatyalaliswe ngumlilo owenzeke kwimpelaveki yePasika. UMFANEKISO: BHEKI RADEBE

Umbutho onceda abantu iGift of the Givers uthe gqolo ukuncedisa kwaye bayaqhubekeka ukunceda amaxhoba omlilo eKapa.

La matyotyombe atshileyo aseLanga, eMfuleni, eDu Noon naseZwezwe.

Amakhulu asele engenamakhaya. UMFANEKISO: Gift of the Givers