IMIFANEKISO | Berlin November

Abantu bebephume ngobuninzi babo bezokonwabela umsitho weBerlin November eNtabozuko. Lo msitho waminyaka le womdyarho wamahashe uyathandwa ngabantu abaninzi, njengoko kubonakala ukubakho kwawo minyaka le.

Umxholo ubusithi “Purple Reign,” apho abantu bebenxibe iimpahla zabo ezimfusa beswenke bemanzi tixi. Nantsi eminye imifanekiso yomsitho – imifanekiso ithathwe nguPedro Mapelo onguMhleli wezeMidlalo wephephandaba I’solezwe lesiXhosa.

Umdyarho wamahashe eBerlin November.

Umdyarho wamahashe eBerlin November.

Oosopolitiki uPaul Mashatile noZizi Kodwa bebephakathi kwabo bebezimase lo msitho.

UBukiwe Zide ongumfundi weendaba kuMhlobo Wenene nokwanguDJ.

Umdyarho wamahashe eBerlin November.

Usomashishini nosaziwayo uLive Mabeqa kunye nomculi wegospile ophume izandla uZiyanda Tshangana.

Umsasazi nombhexeshi Umntwan’omgquba noLive Mabeqa.

Umseki womsitho weBerlin November uLuthando Bara.

Umsasazi weTruFM uHlumela Qabo.