Imifanekiso ezimeleyo

Le yimifanekiso yemisebenzi yesiNtu eyenzeke kutshanje. IMIFANEKISO: ITHUNYELWE/FACEBOOK.

UPearl Mambo Ngweventsha kumgidi ka-Angcwele noZukhanye eTsaba eTsholomnqa.

UZonke ‘Marion Jones’ Njokweni kumgidi kaLitha.

Umgidi waseMdantsane NU 7. UMFANEKISO: KUCHUMELE LOSINI/FACEBOOK

Umgidi. UMFANEKISO: LONDIWE MBADU/FACEBOOK