Ingxaki yabasebenzi kumasipala iMbizana

molweni kwiSolezwe

Ndicela ukungazitsho igama. Sinengxaki kumasipala eMbizana. Singabasebenzi abangesosigxina ababeqeshwe kweyeDwarha kunyaka ophelileyo, sihlawulwa umvuzo oyi-R85 ngosuku.

Into ethe yasiphoxa kukuba kuqeshwe amashumi amabini wabasebenzi ngokupheleleyo, nabafike sesisebenza phaya.

Lo nto isophule iintliziyo, sicela uncedo.

– eMbizana