Oku kukwazisa kubo bonke abantu abangamaNcobeni, ooGema ngentlanganiso eyakuba kwilali iJambeni eLusikisiki ngomhla wama-30 kuTshazimpuzi 2016, ngentsimbi yeshumi kusasa. Ngemibuzo ungatsalela uNtsikelelo Funani ku:
083 416 7137 okanye uMalizole Funani ku: 078 188 6863.
Umqeqeshi weSundowns uncoma uLucas Ribeiro owonzakalise iPirates