Ipasika yamaZion eMdantsane

Ibandla laseZion likaArchbishop K Rwambi belibambe inkonzo yePasika kwa8 eGcobani Primary School, eMdantsane.