ISAZISO

Amapolisa acela uncedo loluntu olunakukhokelela ekufunyanweni kukaMzimkhulu “Noyhu” Tshona (72) owalahleka kwikhaya lakhe elikwilokishi yaseMdantsane kwinyanga yeDwarha ngo2015.

Onolwazi malunga nokulahleka kwalo tata uyacelwa ukuba atsalele umnxeba abacuphi kweli tyala uWarrant Officer Louis Nonyathi ku: 0732938883 okanye uKapteni Samuel Xhamane ku: 0824419597.