ISAZISO

Uluntu luyacelwa ukuba lufunise ngezihlobo zendoda egama linguNgangomzi Matshaya ongenandawo yokuhlala eGoli. UMatshaya, noneempawu zomntu ophazamisekileyo engqondweni, uthi ngowaseNgqamakhwe aphinde athi ungowaseDutywa.

Ngoku uhlala kwisikhululo sikaloliwe eFlorida eRhawutini kwaye akanayo inombolo yesazisi futhi akazikhumbuli izihlobo zakhe ngaphandle nje kosisi wakhe athi nguNtombise. Onengcombolo uyacelwa ukuba atsalele kwezi nombolo: 071 832 1386 okanye 011 071 2133.