ISAZISO

Oku kukwazisa ngentlanganiso yamaNcobeni, OoGema, OoSosibo eyakuba seMzimkhulu, eClydesdale (Border) ngomhla wokuqala kweyeDwarha (01 October) ukusukela ngentsimbi yesithoba kusasa.

Bayacelwa abantu balibambe ixesha. Ngeenkcukacha ungatsalela aba balandelayo:

Ntsikelelo Funani 083 416 7137/ 060 632 9344 okanye

Nokwanda Jange

083 760 6744.