Isaziso

Oku kukwazisa ngentlanganiso yamaNcobeni, ooGema, ooSosibo, ooThabethe eyakuba seMidmar Dam (Picnic Pack) eMgungundlovu KwaZulu Natal ngomhla weshumi elinesixhenxe (17) kweyoMnga 2016. Intlanganiso iyakuqala ngentsimbi yesithoba kusasa. Bayacelwa bonke abantu balibambe ixesha. Ngeenkcukacha ungatsalela aba balandelayo: Ntsikelelo Funani ku: 083 416 7137 / 060 632 9344 okanye uLindelwa ku: 071 955 0590.