Ividiyo ejikeleza kumakhasi onxibelelwano ibonisa amadoda axhobileyo esiba ibhokisi kwinqwelo ethwala izidumbu ebaleka nayo. Abantu kumakhasi onxibelelwano bashiyeke bebambe ongezantsi benemibuzo emininzi – ikakhulu banomdla wokwazi ukuba yinyani le okanye ngumboniso bhanyabhanya.
Le vidiyo ipapashwa kuTikTok ngu-@coach.champ3 kwaye ibukelwe izihlandlo ezingaphezulu kwesigidi ngabantu.
Ngenxa yezinga eliphezulu lolwaphulo-mthetho eMzantsi Afrika kunye neziganeko ezothusayo zakutshanje, abanye abantu abothuki sesi sehlo senzeka kule vidiyo ukuba oko kwenzekayo kuyinyani kwaye ayonto ilungiselelwe umabonakude.
Kule vidiyo kwabelwana ngayo, umngcwabi uphantsi logama la madoda exakekile esiba ibhokisi bemka nayo. Enye kula madoda ubonwa ekhaba umngcwabi phambi kokuba ahambe naye.
Nazi ezinye zeembono zabantu ngesi siganeko:
Only in South Africa do you have to grab the coffin when the hearse is hijacked. This is just crazy. https://t.co/9HIif3SHnn
— Tracy Lee (@TracyLeeDbn) November 18, 2024
So I’ve heard this: the family were taking the body of their family member back as they wanted him buried not cremated which apparently was against his wishes, him being the person who died, was a young lad apparently. If anyone can confirm or deny this would be greatly appreciat
— Keith 🏴🏳️🌈 (@koastysocial) November 18, 2024
Not even the dead have seen the end of South African criminality.
— Lysergic Eugenicist (@SalvinorinD) November 18, 2024
We are not surprised!
You do know that they make drugs from human bones, right? Yes it is a thing. They dig up graves to get corpses. It is just natural progression that the savages would next hi-jack coffins from funerals!!🤔🤔🤔 https://t.co/8f0YKFuD4v— REALITY!! (@Africas_End) November 19, 2024
Welcome to South Africa where even the dead are not safe from violent crime https://t.co/ZOgpYxTYNT
— TheTacitTribe (@GarethVMoll) November 18, 2024
Bukela le vidiyo
Ayakhala amafama aseMelika ngesigqibo sikaTrump