[Ividiyo] THROWBACK: Ityala lamawele

Ityala lamawele ngumdlalo kamabonakude owawudlala ekupheleni kweminyaka yoo90 kwaye wawusekelwe kwinoveli ebhalwe nguSamuel Edward Krune Mqhayi.

Wazi ntoni ngeTyala lamawele?

Sibhalele kuWhatsapp 066 528 5638.