Ndikhathazwa yinkampani esiyisebenzelayo inxiba iyunifom yakwaFidelity kuthwa ngu-Ubuntu eMonti. Xa kungena imali ayichazi ukuba isuka phi na kuba ayiyivezi inkampani esuka kuyo. Enye into imali esasivumelene ngayo ayiyo le bayifakayo, ngoko ingxaki ilapha ekubeni siyachaneka. Komnye ingena ininzi, komnye ingene incinci kodwa siphangela ngokufanayo. Sicela nisiyele kwaLabour siyanicela. Nokusicelela ukuba basiyele kwaFidelity ayeke ukwenza ubuqhophololo aphelise le nto kaBuntu kuba asiyazi ivela phi. Sicela ipheliswe nyaa le nto kaBuntu siyanicela, siyaxhaphazeka thina.- Umsebenzi, eMonti
– Umsebenzi, eMonti
Kubhubhe abayi-45, konzakala omnye kwingozi yebhasi eLimpopo