Izifundiswa ezilambayo!

Sibhuqwa yindlala emakhaya siziiGraduates ngelo xesha kunqabe nee-Internship le, iminyaka iyahamba oko emakhaya kujongwe kuthi.

Siqwela iintshwela nabantwana, kubolekwa iimali ezizalayo ngabazali ukuze sitye nabo abaphangeli, amaphupha ancame acima ngoku kukujonga enkalweni makancede urhulumente azame aphuhlise ulutsha.

Ofundileyo, eBhisho