Mhlali ngaphambi ndivakalisa le ntlungu kuni bantu beSolezwe, imbi into eyenziwa nguXhobani Security, abantu xa beye kula office yabo useSouthernwood abangeniswa ngaphakathi, kodwa ngabo abenza imali, abavunyelwa ukuba bangene ngathi basezofuna umsebenzi, abafaki nesenti kwaXhobani basetyenzelwa sithi kodwa indlela abasiphatha ngayo iyamangalisa.
– Okhathazekileyo, eMonti.
THUMELA EYAKHO ILETA, SIYIPAPASHE. THUMELA NGE-SMS
okanye ngoWHATSAPP
ku 063 743 9538
Luthatha lubeka usapho obeluthenjiswe ngoncedo kumngcwabo womzali ogetyengiweyo!