Kwabo bahleli phantsi ngenxa yokuba bengenamali, * -NSFAS ukhona kwaye uyabanceda abafundi abangathathi ntweni. Kufuneka unkqonkqoze nakwamanye amaziko anikeza ngenkxaso mali kubafundi.

Umntu kubalulekile ukuba azazi into ayifunayo, kwaye uzazi apho usuka khona. Nokuba usuka kwikhaya elinjani na, lo nto ayichazi siphelo sobomi bakho.

Ixhomekeke kuwe lo nto.