Ndicela uncedo!

Ingxaki yam umama wam umdala uhlala nomntwana ogxothwe yifamily yakhe ngenxa ese wakhubazeka kukugula. Yonke into uyenzela endlini, umama wam uhlala nonyana wakhe lo mntwana uvaswa yile ndoda, uyamphipha, ngumntwana oyintombazana; oosisi bakhe bamtroka ngenxa yokuba ezimoshela phofu kowabo akukho mntu.

Ugogo nomama wabo wasweleka. Ndicela uncedo.

– Olga Cwayela, eJojweni, Mt Fletcher

THUMELA EYAKHO ILETA, SIYIPAPASHE. THUMELA NGE-SMS okanye ngoWHATSAPP

ku 063 743 9538