Sicela Amanzi!

Molweni kwiSolezwe. Sicela amanzi kule lali yakwaMasango; itephu aziphumi manzi bayasokola abantu phaya. Siyacela masipala! Savota!

-Malosi Tico-Tico Xhanti, ePeddie