Sincedeni eCumakala

Sicel’ ucetyiswa silulutsha laseCumakala. Xa kuza kungcwatywa umntu somba imingxunya ngokwethu kodwa sinomasipala iAmahlathi.

Umngxunya uyabhatalwa kwamasipala siphinde sigqumelele ngokwethu, ezanto zogrumba zikhona zifun’ uqeshwa. NdiseMzamomhle