Endakeni sabeka ibhodi sayenza yonke into eyenziwayo saya komkhulu yayamnkela inkosi. Andazanga inkosi ayiyazi ibhodi kanti ingxaki ngoosibari bayo abalapha elalini abayifuni le bhodi.
Isimanga xa ezise ileta zochuku uya ngqo ebhodini, bethuna aniboni na? Ukuba sitsho sangabantu sakwazi ukuthetha izinto zokuhlala kungekho chuku uyakwazi ngoku noba ufana nam awunanto uveze olwakho uluvo ungacalulwa kuba into ebalulekileyo sakha ubunye kwazwelidala ibhodi ibilawulwa ngala madoda ihlale inkundla kugqitywe ngento yokuhlala ngomso ijikile, bafuna ibhodi ezolawulwa ngabo, ngoku kulona utata abakwazi bakholwa ngala madoda bawadelileyo. Sizihambile iinkundla ngala madoda nenkosi yawo kusenziwa amayelekenqe ngale bhodi khange balunge. Ngoku ndithi ndicela uhlale Thahla uphole, sikhona besikonyule ngokuthemba, asihambelanga apha nathi sizalwa apha- Umhlali, eNdakeni
Abafana Bes’thende babambene neTS Galaxy emdlalweni weBetway Premiership!