– Thumela eyakho ileta eya kuMhleli ngeSMS okanye ngoWhatsapp ku: 063 743 9538

Ndise ndanethemba kuRamaphosa yazi, andazi noba ndizithembisa njee, siyaphela thina yindlala kwiinkampani zabucala, osogqiba siphathwe kakubi kube ngcono kwa izinja kunathi siziSecurity ngoba noko zona ziyayenzelwa kwa indlu yayo.

Ngathi ulambe ngengqondo kanti sisisu. Ndikhupha nje intlungu akhonto.

– Unogada