*THUMELA EYAKHO ILETA NGE-SMS OKANYE NGOWHATSAPP KU: 063 743 9538

Sinekliniki engakhathaliyo apha ePhakamisa kwaye ndiyacela uceba nekomiti yakhe bangenelele benesebe lezempilo, kuba zona izithuba azide ziqeshelwe apha kule yethu ikliniki kwaye lo nto ibangela unxunguphalo kuthi bahlali!- Mnu DM Sigonyela, Ward 25