*Thumela eyakho incwadi eya kuMhleli ngeSMS okanye kuWhatsapp 063 743 9538

MolO Mhleli wephephandaba, singooSecurity apha eBhisho Youth Care Centre siphantsi kukaTshiwo Security; sinengxaki apha asipeyi – iyafika iDate idlule, asipeyi nge’Psira rate’ apha, sipeya ngokwakaTshiwo, utsho umphathi wethu, umphathi walapha eBisho Youth Care Centre uthi xa sinengxaki masiyiyekele kuye. Savolontiya apha iinyanga ezimbini.

Zange sipeye. Wathi imali ekhoyo yiR60 000 zange kubekho kwalo mali, saphinda savolontiya ezinye iinyanga ezimbini wathi imali ikhona, xa siyifuna wathi masiye kuMamza Security apho besitsotswa khona, kwathiwa ukowute ngekowuti endala. Sicela uncedo. Umbutho iGewusa wahlulakala, umbutho woosecurity wemka neemali zethu. Sicela uncedo, sincede I’solezwe. Enkosi!

– Oonogada, eBhisho