UGudla nomgodlo wakhe

Ibiyimibhiyozo nje eMthatha kule mpelaveki, kuvuyiswana noMonwabisi “Gudlabatshakazi” Bangi ophumelele kukhuphiswano ebelubanjwe nguMhlobo Wenene FM lokuzingela umsasazi oya kuthi avale isikhewu esishiywe ngongasekhoyo uSaba Mbixane.

UGuldla uqhumisele ngothuli isihlanu sabagqatswa ebebotshwe nabo waphala phambili ngeevoti ezingaphezu kwekhulu lamawaka (134 000). Uthiwe jize ngeli wonga kumsitho obe ubanjelwe kwibala lezemidlalo eMount Frere ngoMgqibelo.

…Liqhubeka…