UKHUPHISWANO! DinosAlive! – Wina Amatikiti

Siphisa ngamatikiti amabini okungena kwiDinosAlive Exhibition apho kuboniswa iiDinosaur zombane ezingamashumi amabini anesihlanu. Lo mboniso uzakuqhutyelwa eHemingways Mall, eMonti, ukusukela ngalo Mgqibelo (23) ukuyo kutsho ekupheleni kweyeDwarha 2017. Ukuze ubekwithuba lokuphumelela itikiti elixabisa iR75, sicela usiqwebele igama le Dinosaur ngesiXhosa, uthumele igama lakho kunye neli gama litsha leDinosaur ku 063 743 9538