IZAKUBE ilityeli lokuqala uXolisa Kwinana evan’amandla
neendumasi kumculo wegospile kumawonga walo nyaka weeCrowns.
kwibakala le-Best Ithende, nelibakala elisungulwe okokuqala kula mawonga.
ibandakanye iBest Ithende njengendlela yokubhiyozela uhlobo lwegospile
yeentente.
enamawonga awawaphumelelayo ekuquka kuwo iwonga leVictory Gospel Awards kuquka nelo awalifumana kwi-Ingomas.
ngokutyunjwa kwiCrowns.
kwaye ndothukile. Ukuba andilithathanga eli wonga iyakube ikokokuqala
ndingaphumeleli xa ndityunjiwe,” utshilo.
alikhuphe kunyaka ophelileyo, nathi ibhalwe nguBetusile Mcinga, yiyo emenze
ukuba atyunjelwe kweli bakala.
equleka, esiwa eseqongeni waze wakwikoma iiyure ezintathu.
ukudinwa. Ndibulela kuMdali ngokuba ndiphinde ndalulama,” kutsho uKwinana.
kulindeleke abanjelwe eDurban ICC ngomhla we-26 kweyeNkanga 2017.
Ixhwele laseKZN noonyana balo ababulala indoda baza kufaka isicelo sebheyile