Uluhlu labagqatswa bokuba nguMkhuseli Woluntu

LIQALILE ugqatso lokonyula ozakuba sezihlangwini zikaThuli Madonsela njenguMkhuseli Woluntu kweli. UMadonsela uzibeka phantsi iintambo ngomhla weshumi elinesihlanu kaOktobha emva kweminyaka esixhenxe enguMkhuseli Woluntu. Ngokomgaqosiseko ixesha lokuba ngumkhuseli woluntu alandiswa. OkaMadonsela uphakathi koluhlu labagqatswa abenze amashumi asixhenxe anesithathu. Abasixhenxe balile ukungenela, ukanti kukho namanye amagama asixhenxe abo bangakulungelanga ukungenela. Nalu uluhlu labo kulindeleke ukuba konyulwe phakathi kwabo.

1. Mnu. Bernard Peter Agulhas

2. Adv Rhulani Ralph Baloyi

3. NKSK. Melanie Bernard (Fryer)

4. Njing. Narnia Bohler-Muller

5.Mnu. Vincent James Botto

6. Adv Nonkosi Princess Cetywayo

7. Mnu. Raymond Edward Chalom

8. Njing.Pierre de Vos

9. Judge Sirajudien Desai

10. Mnu. Phillip Dexter

11. Adv Pumeza Futshane

12. Adv Andrea Gabriel SC

13. Nksk.Nombonisa Gasa

14. Adv Mathys Johannes Gildenhuys

15. Adv MT Goodman (nee’ Shai)

16.Nksk.Pregs Govender

17. Adv Mojankunyane Gumbi

18. Njing. Alexander Mzamo Gumbi

19. Adv Mark Andrew Hawyes

20. Mnu.Nick Haysom

21. Adv William Andrew Hofmeyr

22. Adv Zarina Kellerman (nee’ Prasadh)

23. Adv KB Kgoroeadira

24. Mnu. Ashook Kirpal

25. Mnu. Burt Silverston Laing

26. Nksk. Muvhango Lukhaimane

27. Adv Zwelethu Madasa

28. Mnu. Prince Sefako Mafojane

29. Adv Mohale Joseph Maluleke

30. Adv Kevin Sifiso Malunga

31. Nksk. Lynnette Gail Marais

32. Nksk. Busisiwe Mkhwebane

33. Mr Vickqus Nkosikhona Mncube

34. Adv Hishaam Mohamed

35. Nksk. M Mohlala-Mulaudzi

36. Adv Chris Madibeng Mokoditwa

37. Mnu. Ronnie Samuel Mokoena

38. Mnu. Thokwane Phineas Post Moloto

39. Mnu.Tjitlo Monaledi

40. Nksz. Audrey Mpofu

41. Adv Dali Mpofu SC

42. Adv Loyiso Khanyisa Bunye Mpumlwana

43. Nksk. M Mthebule

44. Adv MM Mthembu

45. Mr Themba Phillip Mthethwa

46. Adv Philani Pilatu Sydney Mthethwa

47. Nksz. Janine Kim Myburgh

48. MNksz. Krish Naidoo

49. Mnu. Malcolm John Sphiwe Nhleko

50. Nksz. Sophy Moipone Noko

51. Nksz. Vuyokazi Pamella Noncembu

52. Mnu. Nokuthula Sincercia Nwaoshai

53. Mnu. Mthuthuzeki Moshesh Nyiki

54. Nksz. Jill Claudelle Oliphant

55. Nksz. Kaajal Ramjathan-Keogh

56. Mnu. Tshepiso David Humphrey Ramphele

57. Mnu.Riaz Achmed Saloojee

58. Mnu. Jonas Ben Sibanyoni 59.

Mnu.Boiki-John Tamako

60. Adv Tseliso Thipanyane

61. Adv Randal Titus

62. Mnu. Khunoana Harry Tswago

63. Mnu. Vuyisa Vuza

64. Mnu. Hermanus Lambertus Waldicks

65. Justice Sharise Weiner