Ulutsha luthi lufuna ukuvota By Abongile Ginya - July 12, 2016 Share on Facebook Tweet on Twitter Sivuyile Njikela eMdantsane: “Ndizoku vota nam kuba ndoyikiswa yila nto kuye kuthwe xa ungavotanga * -X wakho okanye igama lakho lizakuwela komnye umbutho, andifuni lo nto, kungcono ndiwuse kulo mbutho ndicinga ukuba uzakwenza utshintsho.” 1 of 3
Izimvo zabafundi ngokuyalwa komtshakazi