Umbane kwaMpuku?Mholweni mziwakwaXhosa!

Ndihlala eMasincedane Location kuQoboqobo, ndicela uncedo malunga nezindlu esazithenjiswa ngo-1994 kodwa azikakhiwa. Ndaweni yokwakha kwasuka kwamoshwa iYard zethu.

Ndilisa Silepu, eMasincedane