UseMonti? Yiza kwii-Audition zokuba seqongeni leefilimu, umdaniso, oonobuhle nomculo!
Ingaba unomdla wokucula , ukudanisa, ukudlala kwimiboniso okanye ukuba ngunobuhle? UseMonti? Nali ithuba lakho!
Nyaka nonyaka, i-International Arts Talent Showcase (IATS) inceda abancinane nabadala, kumaqonga ohlukeneyo, aquka umculo, umdaniso, ukudlala eqongeni kwakunye noonobuhle ukuba baveze italente yabo.
Olu ayilulo ukhuphiswano, kodwa liqonga lokufundisa ngezobugcisa. Qiniseka ukuba useMonti ngoMgqibelo we- 13 kweyeThupha/August 2016.
Phi? eHoerskool Grens.
Ukungenela, qhagamshelana noDirector of Admissions uElouise Janse van Rensburg ku- 011 039 2481 okanye uthumele imbalelwano yemeyile ku: itsartsafrica@gmail.com
Ngama-332 iintsuku zobumnyama ku2023