Uph Velle Mvukuzo!? Ndfunsa ngoVelle Mvukuzo owemka kudala kokwabo wagqtyelwa eseRhawut* . NgowaseLbode eMakhotyana, makancede abuye. Velle buya Njyela, buya Dlabazana! Yh* ! kun* wemka, ekhaya bayakudnga oodade wenu! Buya Sodladla! Umntu onomkhondo afownele kule nombolo kass wakhe 0718172328

Mholweni sinengxaki! Sajoyina umasingcwabane ngo-2015 ongenela kwiContainer eseSite C.

Utata wakhona indlu yakhe ikwistrato ekuthiwa yiXola. Ngoku abafumaneki kule Container. Xa ndifowuna bathi umbutho uqhekekile.

– Ocela uncedo, eKapa