Osandul’ ukushiya iMuvhango, uSindi Dlathu, ukhonjwa
emdlalweni weSABC 1 uZalo.
isigqibo sokushenxa kwiMuvhango emva kokufumana amadlelo aluhlaza kulo mdlalo
udlalelwa eThekwini.
mdlalo ngumdidiyeli omkhulu weMuvhango, nobesakuba ngumdidiyeli omkhulu
woZalo uDuma KaNdlovu.
wabadlali abahamba phambili emdlalweni kaDuma ozokuqala ukwenziwa kwinyanga
ezayo eThekwini. Kuthiwa bavumelene ngelithi noDuma makayeke kwiMuvhango ukuze
ayokuqinisa kula mdlalo.
UDuma udinga uSindi azokuhlala ngokupheleleyo apha
eThekwini,” kutsho lo mthombo.
noZalo.
Kunyaka ophelileyo ngenyanga yeNkanga i-website iSwag
kwiMuvhango enjenjeya ukuya kuZalo.
ayiphumelelanga, ukanti kweliny’icala othethela uZalo uAyanda Mthiyane walile
ukuphefumla.
kwiveki ephelileyo ukuba uyalahla kwiMuvhango edlala kwiSABC 2.
ufuna ukwenza eminye imisebenzi kamabonakude kwaye abenokukhula njengomntu.
Ngama-332 iintsuku zobumnyama ku2023