Utata!

Umququzeleli weemvumi zeMpuma Koloni uAviwe Gqomfa nentombi yakhe

NANGONA phantse nayiphi na indoda inganaye umntwana, kodwa ininzi indima ebalulekileyo enokudlalwa ngutata ebomini bomntwana wakhe.

Utata uyaxhasa, uthatha inxaxheba, unegalelo, unemfundiso kwaye ubathanda ngokulinganayo bonke abantwana bakhe.
Ngolu suku lootata ( Fathers Day) sikukhangelele abanye kwabo tata. Nantsi imifanekiso yabo nabantwana babo:
Sithi Suku olumnandi kubo bonke ootata abakhathalela iintsana zabo!