Ziza nini izindlu!?

Uceba wakwaWard 10 eMakhanda akayazi impendulo malunga nezindlu zaseMission; abahlali bafuna ukwazi bode bakhelwe nini emva komam’ uMpolweni otshelwe yinto yonke ebenayo akakwazanga nokuchola necephe ngomhla ka19 Julayi kulo nyaka, baphefumla inyhunyhu bathi balinde ukubuya kukaYesu, yiza nkosi uze kusakhela, uhlulekile umasipala, bebecela iidate zokwakhelwa.

– Okhathazekileyo, eMakhanda