Urhulumente waseNtshona Koloni uzivalile iindlela imibutho yoonoteksi ebezilwela kangangeentsuku ezingamashumi amathathu emva kwengxabano ebiphakathi kweCata neCodeta. ...
ULolitha Kowa oneminyaka esixhenxe ubudala kutyholwa ukuba wabulawa wadlwengulwa ngabamelwane bakhe.
Umrhanelwa uLungile Anthony Madolo uvelile enkundleni laze ityala lahlehliselwa iveki ezayo.
Inkosikazi ibanjiwe emva kokutshisa umzi kaKelly Smith.